Uhabhakuki 3:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yehova, ndiluvile udaba lwakho, ndoyika;Yehova, wuphilise umsebenzi wakho phakathi kweminyaka,Wázise phakathi kweminyaka;Ekugugumeni kwakho khumbula inceba.

Uhabhakuki 3

Uhabhakuki 3:1-8