Uhabhakuki 2:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ekubeni wena ubhunyule iintlanga ezininzi, aya kukubhunyula onke amasalela ezizwe, ngenxa yamagazi oluntu, nangenxa yokuligonyamela kwakho ilizwe, nomzi, nabemi bawo bonke.

Uhabhakuki 2

Uhabhakuki 2:3-14