Uhabhakuki 2:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ukuyigonyamela kwakho iLebhanon kókugubungela; nokuchithachitha kwakho iinyamakazi, okwaziqhiphula umbilini; ngenxa yamagazi oluntu, nangenxa yokuligonyamela kwakho ilizwe, nomzi, nabemi bawo bonke.

Uhabhakuki 2

Uhabhakuki 2:14-20