Uhabhakuki 1:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena akunguye na owasusela kwakumandulo, Yehova, Thixo wam, ungoyiNgcwele wam? Asiyi kufa. Yehova, ubamiséle ukuba bagwebe; Liwa, ùbaseké ukuba bohlwaye.

Uhabhakuki 1

Uhabhakuki 1:4-17