Uezra 7:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke bonke abasukuba bengawenzi umthetho kaThixo wakho, nomthetho wokumkani, malithethwe ityala labo ngenyameko, nokuba baya kubulawa, nokuba baya kugxothwa, nokuba baya kudliwa, nokuba baya kukhonkxwa.

Uezra 7

Uezra 7:19-28