Uezra 7:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna Artashashta, kumkani, ndiwisa umthetho kubo bonke abagcini-ndyebo abaphesheya koMlambo,* wokuba konke aya kukubiza kuni uEzra, umbingeleli, umbhali womthetho kaThixo wamazulu,

Uezra 7

Uezra 7:19-28