Uezra 6:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngowokuqala umnyaka kaKoreshi ukumkani, wawisa umthetho uKoreshi ukumkani, wathi, Indlu kaThixo eYerusalem, mayakhiwe indlu leyo, ibe yindawo apho kubingelelwa khona imibingelelo; zimiswe neziseko zayo; ukuphakama kwayo kube ziikubhite* ezimashumi mathandathu, ububanzi bayo bube ziikubhite ezimashumi mathandathu.

Uezra 6

Uezra 6:1-11