Uezra 6:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Waza uDariyo ukumkani wawisa umthetho; kwaphicothwa endlwini yeencwadi, apho indyebo ibibekwe khona eBhabheli.