Uezra 5:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kodwa ngomnyaka wokuqala kaKoreshi ukumkani waseBhabheli, ukumkani uKoreshi wawisa umthetho wokuba yakhiwe le ndlu kaThixo.

Uezra 5

Uezra 5:11-17