Uezra 4:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ithe yakuleswa incwadi ka-Artashashta ukumkani phambi koRehum, noShimshayi umbhali, nabalingane babo, basuka, beza ngobungxamo eYerusalem kumaYuda, bawanyanzela ngegunya nangamandla.

Uezra 4

Uezra 4:19-24