Uezra 4:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Siyamazisa ukumkani ukuba, xa uthe wakhiwa lo mzi, zafezwa neendonga zawo, wòthi ngenxa yelo thuba ungabi nasabelo wena nganeno koMlambo.

Uezra 4

Uezra 4:7-17