Uezra 4:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Makwazeke ngoku kukumkani, ukuba óthi, xa uthe wakhiwa lo mzi, zafezwa neendonga zawo, angarholi rhafu nasithabathaba, nalunikelo, kude kuye kuxhwaleka ookumkani.

Uezra 4

Uezra 4:12-14