Uezra 4:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

nabamaDehavi, nabamaElam, nezinye izizwe, awazithimbayo uOsnapare omkhulu obekekileyo, wazibeka emzini wakwaSamari, nakweminye nganeno koMlambo,* nakwezinye iindawo.

Uezra 4

Uezra 4:7-16