Uezra 3:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Benza umthendeleko weminquba njengoko kubahliweyo, namadini anyukayo iimini ngeemini, ngenani, ngokwesiko, into yemini ngangemini yayo.

Uezra 3

Uezra 3:2-9