Uezra 3:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abakhi bayiseka itempile kaYehova; bema ababingeleli, bevethe, benamaxilongo; nabaLevi, oonyana baka-Asafu, benamacangci, ukumdumisa uYehova ngokolwalathiso lukaDavide ukumkani wakwaSirayeli.

Uezra 3

Uezra 3:2-13