Uezra 2:8-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

8. Oonyana bakaZatu ibingamakhulu asithoba, anamanci mané anabahlanu.

9. Oonyana bakaZakayi ibingamakhulu asixhenxe, anamancimathandathu.

10. Oonyana bakaBhani ibingamakhulu amathandathu, anamanci mané anababini.

11. Oonyana bakaBhebhayi ibingamakhulu amathandathu, anamanci mabini anabathathu.

12. Oonyana baka-Azegadi ibiliwaka elinamakhulu amabini, anamanci mabini anababini.

13. Oonyana baka-Adonikam ibingamakhulu amathandathu, anamanci mathandathu anabathandathu.

14. Oonyana bakaBhigwayi ibingamawaka amabini, anamanci mahlanu anabathandathu.

15. Oonyana baka-Adin ibingamakhulu amané, anamanci mahlanu anabané.

16. Oonyana baka-Atere kaHezekiya ibingamashumi asithoba anesibhozo.

Uezra 2