Uezra 2:69 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Banikela ngoko konke ababenako ebuncwaneni bomsebenzi: igolide yangamawaka amashumi amathandathu, anawaka linye eedarike,* nesilivere yangamawaka amahlanu eemina,* nekhulu leengubo ezingaphantsi zababingeleli.

Uezra 2

Uezra 2:60-70