Uezra 2:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Oonyana babamasango: oonyana bakaShalum, oonyana baka-Atere, oonyana bakaTalemon, oonyana baka-Akubhi, oonyana bakaHatita, oonyana bakaShobhayi, bebonke ibilikhulu, elinamanci mathathu anesithoba.

Uezra 2

Uezra 2:39-48