24. Oonyana baseAzemavete ibingamashumi amané anababini.
25. Oonyana baseKiriyati-yeharim neKefira neBheroti, ibingamakhulu asixhenxe, anamanci amané anabathathu.
26. Oonyana baseRama neGabha ibingamakhulu amathandathu, anamanci mabini anamnye.
27. Amadoda aseMikimase ibilikhulu, elinamanci mabini anamabini.