Uezra 10:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wesuka uEzra phambi kwendlu kaThixo, wangena egumbini likaYohanan unyana kaEliyashibhi. Wathi akufika khona, akadla sonka, akasela manzi; ngokuba ubesenza isijwili ngenxa yobumenemene babo bafuduswáyo.

Uezra 10

Uezra 10:1-11