Uezra 10:34-44 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

34. koonyana bakaBhani yanguMahadayi, noAmram, noUweli,

35. noBhenaya, noBhedeya, noKelwi,

36. noVaniya, noMeremoti, noEliyashibhi,

37. noMataniya, noMatenayi, noYahasavi,

38. noBhani, noBhinwi, noShimehi,

39. noShelemiya, noNatan, noAdaya,

40. noMakenadebhayi, noShashayi, noSharayi,

41. noAzareli, noShelemiya, noShemariya,

42. noShalum, noAmariya, noYosefu;

43. koonyana bakaNabho yanguYehiyeli, noMatitiya, noZabhadi, noZebhina, noYadayi, noYoweli, noBhenaya.

44. Bonke abo bábezeke abafazi bezinye iintlanga. Bekukho phakathi kwabo abafazi ababezele oonyana.

Uezra 10