Uezra 10:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Koonyana bababingeleli kwafunyanwa ababezeke abafazi bezinye iintlanga: koonyana bakaYeshuwa unyana kaYotsadaki, nabazalwana bakhe: ingooMahaseya, noEliyezere, noYaribhi, noGedaliya.

Uezra 10

Uezra 10:17-28