Uestere 9:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke namanye amaYuda abesemazweni okumkani abizelana ndawonye, akhusela ubomi bawo, aphumla ezintshabeni zawo, abulala kwabo babewathiyile amashumi asixhenxe anesihlanu amawaka; amaxhoba akawachukumisanga.

Uestere 9

Uestere 9:9-26