Uestere 9:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani kuEstere ukumkanikazi, EShushan komkhulu amaYuda abulele atshabalalisa amakhulu amahlanu amadoda, noonyana abalishumi bakaHaman; kwamanye amazwe okumkani kobeka phi na? Ùcela ntoni na? woyinikwa; ùsafuna ntoni na? woyenzelwa.

Uestere 9

Uestere 9:5-14