Uestere 8:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ndingáthini na ukuba nako ukububonela ububi obuyà kubazela abantu bakowethu? Ndingathini na ukuba nako ukukubona ukutshatyalaliswa kwemizalwane yam?

Uestere 8

Uestere 8:3-12