Uestere 6:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani, Wenzelwe mbekoni na, nabukhulu buni na uMordekayi ngenxa yoko? Athi amadodana akwakumkani, abelungiselela kuye, Akenzelwanga nto.

Uestere 6

Uestere 6:2-12