Uestere 5:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphuma uHaman ngaloo mini evuya, enentliziyo echwayithileyo.Ke uthe uHaman, akumbona uMordekayi esangweni lokumkani, engavuki, engashukumi phambi kwakhe, uHaman wazala ngumsindo ngoMordekayi.

Uestere 5

Uestere 5:2-12