Uestere 3:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uHaman kukumkani uAhaswerosi, Kukho abantu abathile abathe saa, abangené phakathi kwezizwe emazweni onke obukumkani bakho; nemithetho yabo yahlukile kweyabantu bonke, abayenzi imithetho yokumkani; akufanelekile kukumkani ukubayeka.

Uestere 3

Uestere 3:1-11