Uestere 2:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngelo xesha ke ibe isithi intombi ukuya kukumkani, kuthi konke ebikunqwenela ikunikwe, ihambe nako, iphuma endlwini yabafazi ukuya endlwini yokumkani.

Uestere 2

Uestere 2:8-21