Uestere 1:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

mabamzise uVashti ukumkanikazi phambi kokumkani enonkontsho lobukumkanikazi, ukuba abonise abantu nabathetheli ubuhle bakhe; ngokuba ebeyinzwakazi, imbonakalo yakhe.

Uestere 1

Uestere 1:3-13