Udaniyeli 9:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Asibaphulaphulanga abakhonzi bakho, abaprofeti ababethetha egameni lakho kookumkani bethu, nakubathetheli bethu, nakoobawo, nakubo bonke abantu belizwe.

Udaniyeli 9

Udaniyeli 9:1-12