Udaniyeli 9:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emveni ke kweeveki ezimashumi mathandathu anambini, úya kunqunyulwa umthanjiswa, angabi saba nanto. Umzi nengcwele úya kutshatyalaliswa ngabantu bengànga eya kuza; ukuphela kwayo kuya kuba ngomkhukula. Kude ke kuse ekupheleni, kuya kuba yimfazwe, luphanziso olumiswe lwagqitywa.

Udaniyeli 9

Udaniyeli 9:20-27