Udaniyeli 9:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaphuma ilizwi ekuqaleni kokutarhuzisa kwakho; mna ndizé kulixela kuwe, ngokuba ungonqwenelekayo. Liqonde ke ilizwi, uqonde umbono.

Udaniyeli 9

Udaniyeli 9:14-27