Udaniyeli 9:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngomnyaka wokuqala wobukumkani bakhe, mna, Daniyeli, ndaqonda ngazo iincwadi inani leminyaka, elafikayo ngayo ilizwi likaYehova kuYeremiya umprofeti, ukuba kuzalìswe iminyaka emashumi asixhenxe ngokusingisele kumanxuwa eYerusalem.

Udaniyeli 9

Udaniyeli 9:1-4