Udaniyeli 9:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuphaphela ke uYehova ububi, wasizisela bona; kuba uYehova uThixo wethu elungisa ekwenzeni kwakhe konke akwenzayo; ke asiliphulaphulanga ilizwi lakhe.

Udaniyeli 9

Udaniyeli 9:13-22