Udaniyeli 8:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna Daniyeli ndaphela, ndaneentsuku ndisifa; ndavuka, ndayenza imicimbi yokumkani. Ndamangaliswa yimbonakalo leyo; kwakungekho uyiqondayo.

Udaniyeli 8

Udaniyeli 8:23-27