Udaniyeli 8:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Weza kweli cala ndimi kulo. Akuza ndóyika, ndawa ngobuso; wathi kum, Qonda, nyana womntu; ngokuba umbono lo usingise kwixesha lokuphela.

Udaniyeli 8

Udaniyeli 8:8-23