Udaniyeli 7:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Elokuqala libe linjengengonyama, linamaphiko okhozi; ndalibona, ada amaphiko alo axhwithwa, lafunqulwa emhlabeni, lamiswa ngeenyawo njengomntu, lanikwa intliziyo yomntu.

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:1-12