Udaniyeli 7:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubukumkani, negunya, nobukhulu bezikumkani phantsi kwamazulu onke, buya kunikwa abantu abangcwele bOsenyangweni; ubukumkani bakhe bubukumkani obungunaphakade, namagunya onke aya kumbusa, amve.

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:24-28