Udaniyeli 7:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Iimpondo ezilishumi ke: kuya kusuka kume kobo bukumkani ookumkani abalishumi, kusuke omnye emva kwabo; lowo akayi kufana nabaphambili; uya kuthoba ookumkani abathathu,

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:15-28