Udaniyeli 7:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

wada weza uNyangelemihla, wabagwebela abangcwele bOsenyangweni, lafika ixesha lokuba abangcwele babumé ububukumkani.

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:21-28