Udaniyeli 6:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baza abongameli nabaziirhuluneli bafuna, ukuba bafumane ithuba ngakuDaniyeli mayela nobukumkani. Ke ababanga nako ukufumana nalinye ithuba, nantlondi imbi, ngenxa enokuba ebethembekile; bekungafumaneki nanye imposiso nantlondi imbi kuye.

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:3-11