Udaniyeli 6:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiwisa umthetho wokuba bathi, ezindaweni zonke zegunya lobukumkani bam, badidizele bothuke abantu phambi koThixo kaDaniyeli. Ngokuba unguThixo ophilileyo, emi ngonaphakade; ubukumkani bakhe abonákaliswa, negunya lakhe liya kuda liye ekupheleni;

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:22-28