Udaniyeli 6:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akusondela emhadini, wadanduluka kuDaniyeli ngezwi elibuhlungu. Wasusela ukumkani, wathi kuDaniyeli, Daniyeli, mkhonzi woThixo ophilileyo, uThixo wakho, obuhlala umbusa, úbe nako na ukukusindisa ezingonyameni?

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:17-26