Udaniyeli 6:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Watsho ke ukumkani; bamzisa uDaniyeli, bamjulela emhadini weengonyama. Waphendula ukumkani wathi kuDaniyeli, Wanga uThixo wakho, ombusa ngamaxesha onke, angákusindisa.

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:7-23