Udaniyeli 5:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Laza laguquka ibala lobuso bokumkani, zamngqungisa izicamango zakhe, amalungu esinqe sakhe acombuluka, namadolo akhe abethabethana.

Udaniyeli 5

Udaniyeli 5:1-8