Udaniyeli 5:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena kumkani, uThixo Osenyangweni wamnika uNebhukadenetsare uyihlo ubukumkani, nobukhulu, nobuhandiba, nobungangamsha.

Udaniyeli 5

Udaniyeli 5:14-19