Udaniyeli 5:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza uDaniyeli wasiwa phambi kokumkani. Ukumkani wathetha kuDaniyeli, wathi, Ùngulaa Daniyeli na ungowakoonyana bakaYuda, abathinjwáyo, abaziswayo ngukumkani ubawo, bephuma kwaYuda?

Udaniyeli 5

Udaniyeli 5:12-23