Udaniyeli 5:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkanikazi, unina, ngenxa yamazwi okumkani nezikhulu zakhe, wangena endlwini yomgidi. Ukumkanikazi unina waphendula wathi, Kumkani, phila ngonaphakade! Izicamango zakho mazingakukhathazi, lingaguquki ibala lobuso bakho.

Udaniyeli 5

Udaniyeli 5:8-13