Udaniyeli 4:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zaza zeza izazi, nabakhwitsi, namaKaledi, namatola; ndabalawulela iphupha; ke abandazisanga ukutyhilwa kwalo.

Udaniyeli 4

Udaniyeli 4:4-8